Nceda uphathe ifiltha yemaski yakho ngononophelo! Xa uyihlamba, ungayishwabanisi. Vele ugalele amanzi ashushu (iqondo lobushushu elingu 60 degrees) phezu kwayo uze uyiyeke izivuzele ukuze yome.
Usenokufumana iikiti ezintathu zemaski eziphinda zisetyenziswe – zanele ukuba uzihlambe uze ubulale iintsholongwane kwezo uzisebenzisileyo. Ikiti iquka:
Imaski yelaphu ingasetyenziswa kaninzi. I-nanofiber engaphakathi imelwe itshintshwe emva kokusetyenziswa kangangeentsuku ezilishumi. I-COVID-19 ihamba ngamachaphaza. Njengayo nayiphi imask yoHlobo 1, okanye yoHlobo II, le maski iza kuwathintela ukuba aphume amachaphaza anale ntsholongwane, kodwa ayisebenzi kakuhle njenge maski yokuphefumla ye-N95.
Ekupheleni kosuku ngalunye:
I am fortunate to be a COVID-19 survivor and this would not be possible without the care I’ve received from the health care professionals. They are indeed at the front lines in the fight against this disease and I’m so grateful to know that they are there to care for us. Brave, courageous and fearless heroes.